Yeremiya 35:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa bathi: “Asiyi kusela wayini, ngenxa yokuba uYonadabhi unyana kaRekabhi,+ ukhokho wethu, wabeka umyalelo phezu kwethu, esithi, ‘Ze ningaseli wayini, nina noonyana benu, ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Yeremiya 35:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “UYonadabhi unyana kaRekabhi akayi kunqunyukelwa ndoda yakuma+ phambi kwam ngamaxesha onke.”’”+
6 Kodwa bathi: “Asiyi kusela wayini, ngenxa yokuba uYonadabhi unyana kaRekabhi,+ ukhokho wethu, wabeka umyalelo phezu kwethu, esithi, ‘Ze ningaseli wayini, nina noonyana benu, ukusa kwixesha elingenammiselo.+
19 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “UYonadabhi unyana kaRekabhi akayi kunqunyukelwa ndoda yakuma+ phambi kwam ngamaxesha onke.”’”+