IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Akukho mqhayisi unokuma phambi kwamehlo akho.+

      Ubathiyile bonke abo baqhelisela okwenzakalisayo;+

  • Yeremiya 15:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke utsho uYehova ukuthi: “Ukuba uya kubuya,+ ngoko ndiya kukubuyisa. Uya kuma phambi kwam.+ Yaye ukuba uya kukubuyisa oko kuxabisekileyo kwizinto ezingenaxabiso, uya kuba njengomlomo wam. Bona baya kubuyela kuwe, kodwa wena akuyi kubuyela kubo.”

  • Luka 21:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Hlalani niphaphile,+ ngoko, lonke ixesha nisenza isikhungo+ ukuze niphumelele ekubalekeni zonke ezi zinto zimiselwe ukubakho, nasekumeni phambi koNyana womntu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share