IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 24:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba ngolwalathiso lwakho lobuchule uya kulwa imfazwe yakho,+ yaye ebuninzini babacebisi kukho usindiso.+

  • INtshumayeli 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba umntu+ akalazi ixesha lakhe.+ Kanye njengeentlanzi ezibanjiswa ngomnatha ombi,+ neentaka ezibanjiswa ngesibatha,+ banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha lentlekele,+ xa libawela ngequbuliso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share