1 Kumkani 1:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo. INdumiso 47:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Qhwabani izandla, nonke zizwana.+Dumani ngoloyiso kuThixo ngesandi sentswahla yovuyo.+
40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo.