IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 23:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye ukumkani waqhubeka emi ecaleni kwentsika+ waza wenza umnqophiso+phambi koYehova, wokulandela+ uYehova nokugcina imiyalelo yakhe+ nezingqino+ zakhe nemimiselo yakhe+ ngentliziyo yonke+ nangomphefumlo wonke+ ngokuphumeza amazwi alo mnqophiso awayebhalwe kule ncwadi.+ Ngako oko bonke abantu bema emnqophisweni.+

  • 2 Kronike 34:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ukumkani waqhubeka emi endaweni yakhe+ waza wenza umnqophiso+ phambi kukaYehova wokulandela uYehova nokugcina imiyalelo yakhe+ nezingqino zakhe+ nemimiselo yakhe+ ngentliziyo yakhe yonke+ nangomphefumlo wakhe+ wonke, ukuba enze+ amazwi omnqophiso awayebhalwe kule ncwadi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share