IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 11:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wandula wabona, nanko ukumkani emi ecaleni kwentsika+ ngokwesiko, neentloko namaxilongo+ engakukumkani, yaye bonke abantu belizwe benemihlali+ kwaye bevuthela amaxilongo. Ngoko nangoko uAtaliya+ wazikrazula izambatho zakhe waza wakhala esithi: “Liyelenqe! Liyelenqe!”+

  • 2 Kronike 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wandula wabona, nanko ukumkani emi ecaleni kwentsika yakhe+ ekungeneni, iinkosana+ namaxilongo+ engakukumkani, yaye bonke abantu belizwe baba nemihlali+ bakhalisa amaxilongo,+ neemvumi+ nezixhobo zengoma nabo banikela umqondiso ukunikela indumiso. Ngoko nangoko uAtaliya wazikrazula izambatho zakhe waza wathi: “Liyelenqe! Liyelenqe!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share