2 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+ 2 Kumkani 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye waqhubeka enaye endlwimi kaYehova ezimele iminyaka emithandathu, ngoxa uAtaliya wayelawula kwelo lizwe.+
11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+
3 Yaye waqhubeka enaye endlwimi kaYehova ezimele iminyaka emithandathu, ngoxa uAtaliya wayelawula kwelo lizwe.+