IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 22:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye waqhubeka nabo endlwini kaTHIXO oyinyaniso efihliwe iminyaka emithandathu,+ ngoxa uAtaliya wayelawula njengokumkanikazi+ kwelo lizwe.+

  • INdumiso 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Abangendawo bahambahamba macala onke,

      Ngenxa yokuba ububi buyaphakanyiswa phakathi koonyana babantu.+

  • Isaya 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke bona abantu bam, abaphathi babo baqhubana nabo ngokuqatha, yaye balawulwa ngabafazi.+ Owu bantu bam, abo banikhokelayo bayanibhadulisa,+ nendlela yomendo wenu bayenze yaba yedidayo.+

  • Malaki 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nangoku sibabhengeza benoyolo abantu abakhukhumeleyo.+ Abenzi bobungendawo bakhekile.+ Bamvavanyile uThixo baza bamana besinda.’”+

  • 1 Timoti 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Andimvumeli umfazi ukuba afundise,+ okanye asebenzise igunya endodeni,+ kodwa makathi cwaka.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share