2 Kumkani 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngonyaka wesixhenxe uYehoyada+ wathumela waza wathabatha iintloko zamakhulu abalindi bamaKariya+ nezeembaleki,+ wazizisa kuye endlwini kaYehova waza wenza umnqophiso+ nazo, wazifungisa+ endlwini kaYehova, emva koko wazibonisa unyana kakumkani. 2 Kronike 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphezu koko, uYehoyada umbingeleli wanika iintloko zamakhulu+ imikhonto namakhakha abusazinge+ awayengakaKumkani uDavide,+ awayesendlwini kaTHIXO oyinyaniso.+
4 Ngonyaka wesixhenxe uYehoyada+ wathumela waza wathabatha iintloko zamakhulu abalindi bamaKariya+ nezeembaleki,+ wazizisa kuye endlwini kaYehova waza wenza umnqophiso+ nazo, wazifungisa+ endlwini kaYehova, emva koko wazibonisa unyana kakumkani.
9 Ngaphezu koko, uYehoyada umbingeleli wanika iintloko zamakhulu+ imikhonto namakhakha abusazinge+ awayengakaKumkani uDavide,+ awayesendlwini kaTHIXO oyinyaniso.+