IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wathi: “Le iya kuba yimfanelo eselungelweni+ likakumkani oya kulawula phezu kwenu: Oonyana benu uya kubathabatha+ aze ababeke njengabakhe ezinqwelweni zakhe+ naphakathi kwabakhweli-mahashe bakhe,+ yaye abanye kofuneka babaleke phambi kweenqwelo zakhe;+

  • 1 Samuweli 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Waza ukumkani wathi kwiimbaleki+ zakhe ezazimi ngakuye: “Jikani nize nibabulale ababingeleli bakaYehova, ngenxa yokuba nesabo isandla sinoDavide nangenxa yokuba babesazi ukuba ungobalekayo baza abayityhilela indlebe yam!”+ Abakhonzi ke bakakumkani abazange bafune ukolula isandla sabo ukuze bahlasele ababingeleli bakaYehova.+

  • 2 Samuweli 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku yena uAhimahatse+ unyana kaTsadoki, wathi: “Makhe ndibaleke ndize ndiphalaze ezi ndaba kukumkani, ngenxa yokuba uYehova umgwebele ukuba amkhulule esandleni seentshaba zakhe.”+

  • 1 Kumkani 14:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngenxa yoko uKumkani uRehobhoham wenza amakhaka obhedu esikhundleni sawo, waza wawanikela ukuba alawulwe ziintloko zeembaleki,+ abalindi bomnyango wendlu kakumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share