25 ngokuqinisekileyo kuya kungena ngamasango esi sixeko ookumkani kunye neenkosana,+ bahlale etroneni kaDavide,+ bekhwele enqwelweni nasemahasheni, bona neenkosana zabo, amadoda akwaYuda nabemi baseYerusalem; yaye ngokuqinisekileyo esi sixeko siya kumiwa ukusa kwixesha elingenammiselo.