1 Kumkani 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda? 2 Kumkani 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Eminye imicimbi kaYehoram nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda?
23 Eminye imicimbi kaYehoram nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?