1 Kumkani 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda? 1 Kumkani 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yonke ke imicimbi ka-Asa nawo onke amandla akhe nako konke awakwenzayo nezixeko awazakhayo, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda? Wathi ke akuba mdala+ waba nesifo seenyawo.+ 2 Kumkani 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke eminye imicimbi ka-Azariya nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yookumkani bakwaYuda? 2 Kumkani 15:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ke eminye imicimbi kaYotham, oko wakwenzayo, akubhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?+
29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda?
23 Yonke ke imicimbi ka-Asa nawo onke amandla akhe nako konke awakwenzayo nezixeko awazakhayo, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda? Wathi ke akuba mdala+ waba nesifo seenyawo.+
6 Ke eminye imicimbi ka-Azariya nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yookumkani bakwaYuda?
36 Ke eminye imicimbi kaYotham, oko wakwenzayo, akubhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?+