1 Kumkani 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye kusenokwenzeka ukuba, ndakuba ndimkile kuwe,+ wandule umoya kaYehova ukuthwalele apho ndingaziyo; ndize ndiye kuxelela uAhabhi, angakufumani, andibulale,+ njengoko umkhonzi wakho ebemoyika uYehova ukususela ebuntwaneni.+
12 Yaye kusenokwenzeka ukuba, ndakuba ndimkile kuwe,+ wandule umoya kaYehova ukuthwalele apho ndingaziyo; ndize ndiye kuxelela uAhabhi, angakufumani, andibulale,+ njengoko umkhonzi wakho ebemoyika uYehova ukususela ebuntwaneni.+