IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye bahlabela mgama bathi kuye: “Yabona ke, kukho amadoda angamashumi amahlanu akunye nabakhonzi bakho, abantu abangamakroti. Nceda, wavumele ahambe aye kufuna inkosi yakho. Kusenokwenzeka ukuba umoya+ kaYehova uyiphakamisile wandula ke wayiphosa kwenye yeentaba okanye kwenye yeentlambo.” Kodwa wathi: “Ningawathumeli.”

  • Hezekile 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Wandithwala ke umoya+ yaye ndeva emva isandi sokugxalathelana okukhulu sisithi:+ “Malubongwe uzuko lukaYehova endaweni yakhe.”+

  • Mateyu 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoko ke uYesu wakhokelelwa entlango+ ngumoya ukuba ahendwe+ nguMtyholi.

  • IZenzo 8:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Xa benyukayo bephuma emanzini, ngokukhawuleza umoya kaYehova wamqhubela ukuba emke uFilipu,+ yaye ithenwa alizange libe sambona kwakhona, kuba lahamba linemihlali.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share