INdumiso 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ndizigcinile iindlela zikaYehova,+Yaye andimkanga ngobungendawo kuThixo wam.+ INdumiso 71:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Owu Thixo, undifundise ukususela ebutsheni bam,+Yaye kude kube ngoku ndiqhubeka ndixela imisebenzi yakho emangalisayo.+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. INtshumayeli 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kulunge ngakumbi ukuba ubambelele koku, kodwa nakuko okuya ungasisusi isandla sakho;+ kuba owoyika uThixo uya kuphumelela kuko konke.+ INtshumayeli 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku, khumbula uMdali wakho Ozukileyo+ ngemihla yobufana bakho,+ ngaphambi kokuba ifike imihla yentlekele,+ okanye ifike iminyaka oya kuthi ngayo: “Ayindiyolisi”;+ Isaya 50:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngubani na phakathi kwenu owoyika+ uYehova, ephulaphula ilizwi lomkhonzi wakhe,+ ohambe ebumnyameni obuqhubekayo+ nalowo bekungekho kuqaqamba kuye? Makakholose ngegama likaYehova+ aze azixhase ngoThixo wakhe.+
17 Owu Thixo, undifundise ukususela ebutsheni bam,+Yaye kude kube ngoku ndiqhubeka ndixela imisebenzi yakho emangalisayo.+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
18 Kulunge ngakumbi ukuba ubambelele koku, kodwa nakuko okuya ungasisusi isandla sakho;+ kuba owoyika uThixo uya kuphumelela kuko konke.+
12 Ke kaloku, khumbula uMdali wakho Ozukileyo+ ngemihla yobufana bakho,+ ngaphambi kokuba ifike imihla yentlekele,+ okanye ifike iminyaka oya kuthi ngayo: “Ayindiyolisi”;+
10 Ngubani na phakathi kwenu owoyika+ uYehova, ephulaphula ilizwi lomkhonzi wakhe,+ ohambe ebumnyameni obuqhubekayo+ nalowo bekungekho kuqaqamba kuye? Makakholose ngegama likaYehova+ aze azixhase ngoThixo wakhe.+