1 Samuweli 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Aziqokelela ndawonye amaFilisti+ zonke iinkampu zawo eAfeki, ngoxa amaSirayeli ayemise inkampu ngasemthonjeni owawuseYizereli.+ 1 Kumkani 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwathi kwisithuba esingangonyaka uBhen-hadadi wawahlanganisa amaSiriya+ waza wenyuka waya eAfeki+ ukuya kulwa noSirayeli.
29 Aziqokelela ndawonye amaFilisti+ zonke iinkampu zawo eAfeki, ngoxa amaSirayeli ayemise inkampu ngasemthonjeni owawuseYizereli.+
26 Kwathi kwisithuba esingangonyaka uBhen-hadadi wawahlanganisa amaSiriya+ waza wenyuka waya eAfeki+ ukuya kulwa noSirayeli.