IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 10:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye babashenxisa oothixo basemzini phakathi kwabo+ baza bakhonza uYehova,+ kangangokuba umphefumlo wakhe+ awuzange ukwazi ukunyamezela ngenxa yenkathazo kaSirayeli.+

  • 2 Kumkani 14:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Yaye uYehova wayethembisile ukungalisusi igama likaSirayeli phantsi kwamazulu.+ Ngenxa yoko wamsindisa+ ngesandla sikaYerobhoham unyana kaYehowashe.

  • Nehemiya 9:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye ngobuninzi benceba yakho akuzange ubatshabalalise+ okanye ubashiye;+ kuba unguThixo onobabalo+ nenceba.+

  • INdumiso 86:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa wena, Yehova, unguThixo onenceba nobabalo,+

      Ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi nenyaniso.+

  • Isaya 30:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye ke ngoko uYehova uya kuhlala elindele ukunibabala,+ aphakame ukuze anenzele inceba.+ Kuba uYehova nguThixo wokugweba.+ Banoyolo+ bonke abo bahlala bemlindele.+

  • IZililo 3:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuba nangona ebangele intlungu,+ ngokuqinisekileyo uya kwenza inceba ngokobuninzi bobubele bakhe bothando.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share