IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ekugqibeleni uAbhinere wathi kuYowabhi: “Abafana mabakhe basuke, bakhe balwe apha phambi kwethu.” Wathi uYowabhi: “Mabasuke.”

  • 2 Kronike 25:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wandula uAmatsiya ukumkani wakwaYuda wathabatha icebo wathumela kuYehowashe unyana kaYehowahazi unyana kaYehu ukumkani wakwaSirayeli,+ esithi: “Yiza! Masikhangelane ebusweni.”+

  • IMizekeliso 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngokukhukhumala ubani ubangela usukuzwano kuphela,+ kodwa kwabo babhunga kunye kukho ubulumko.+

  • IMizekeliso 18:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Imilebe yesiyatha ingena engxabanweni,+ yaye umlomo waso kanye ubiza imivumbo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share