2 Kumkani 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yena wawaxabela amaEdom+ kwiNtlambo yeTyuwa,+ amadoda alishumi lamawaka, waza wayithimba iSela emfazweni, yaye igama layo labizwa ngokuba yiYoketeli kude kube namhla.
7 Yena wawaxabela amaEdom+ kwiNtlambo yeTyuwa,+ amadoda alishumi lamawaka, waza wayithimba iSela emfazweni, yaye igama layo labizwa ngokuba yiYoketeli kude kube namhla.