Genesis 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye uSara wahlala ephawula ukuba unyana kaHagare umYiputakazi,+ awamzalela uAbraham, wenza intlekisa.+ 2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ Luka 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Lowo uniphulaphulayo+ uphulaphula nam. Nalowo unigatyayo ugatya nam.+ Ngaphezu koko, lowo undigatyayo ugatya nalowo undithumileyo.” 1 Tesalonika 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+
9 Yaye uSara wahlala ephawula ukuba unyana kaHagare umYiputakazi,+ awamzalela uAbraham, wenza intlekisa.+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
16 “Lowo uniphulaphulayo+ uphulaphula nam. Nalowo unigatyayo ugatya nam.+ Ngaphezu koko, lowo undigatyayo ugatya nalowo undithumileyo.”
8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+