2 Kumkani 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uAhazi wathabatha isilivere negolide eyafumanekayo endlwini kaYehova nakubuncwane bendlu kakumkani+ waza wathumelela ukumkani waseAsiriya isinyobo.+ 2 Kumkani 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko ke uHezekiya wanikela ngayo yonke isilivere eyafunyanwa endlwini kaYehova+ nakubuncwane bendlu kakumkani.+
8 Ngako oko uAhazi wathabatha isilivere negolide eyafumanekayo endlwini kaYehova nakubuncwane bendlu kakumkani+ waza wathumelela ukumkani waseAsiriya isinyobo.+
15 Ngoko ke uHezekiya wanikela ngayo yonke isilivere eyafunyanwa endlwini kaYehova+ nakubuncwane bendlu kakumkani.+