Isaya 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye umele uthi kuye, ‘Zilinde uze uhlale ungaphazamiseki.+ Musa ukoyika, nentliziyo yakho mayingaphakuzeli+ ngenxa yeencam ezimbini zezi zikhuni ziqhumayo, ngenxa yokuvutha komsindo kaRetsin neSiriya nonyana kaRemaliya,+ Isaya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intloko yakwaEfrayim yiSamariya,+ nentloko yeSamariya ngunyana kaRemaliya.+ Ukuba aninalukholo, aniyi kuhlala ixesha elide.”’”+
4 Kwaye umele uthi kuye, ‘Zilinde uze uhlale ungaphazamiseki.+ Musa ukoyika, nentliziyo yakho mayingaphakuzeli+ ngenxa yeencam ezimbini zezi zikhuni ziqhumayo, ngenxa yokuvutha komsindo kaRetsin neSiriya nonyana kaRemaliya,+
9 Intloko yakwaEfrayim yiSamariya,+ nentloko yeSamariya ngunyana kaRemaliya.+ Ukuba aninalukholo, aniyi kuhlala ixesha elide.”’”+