2 Kumkani 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngonyaka wamashumi amahlanu anesibini ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, uPeka+ unyana kaRemaliya+ waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya iminyaka engamashumi amabini.
27 Ngonyaka wamashumi amahlanu anesibini ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, uPeka+ unyana kaRemaliya+ waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya iminyaka engamashumi amabini.