Numeri 33:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+ Duteronomi 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa endaweni aya kuyinyula uYehova kwesinye sezizwe zenu, ufanele uyinikele khona iminikelo yakho etshiswayo, ukwenze khona konke endikuyalela kona.+ 2 Kronike 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ndiya kunyula iYerusalem+ ukuba igama lam libe lapho, yaye ndiya kunyula uDavide ukuba abe phezu kwabantu bam amaSirayeli.’+ 2 Kronike 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 AsingoHezekiya na lo owazisusayo iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe+ wandula wathi kuYuda naseYerusalem: “Nifanele niqubude+ phambi kwesibingelelo esinye+ nize niqhumise umbingelelo phezu kwaso”?+
52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+
14 Kodwa endaweni aya kuyinyula uYehova kwesinye sezizwe zenu, ufanele uyinikele khona iminikelo yakho etshiswayo, ukwenze khona konke endikuyalela kona.+
6 Kodwa ndiya kunyula iYerusalem+ ukuba igama lam libe lapho, yaye ndiya kunyula uDavide ukuba abe phezu kwabantu bam amaSirayeli.’+
12 AsingoHezekiya na lo owazisusayo iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe+ wandula wathi kuYuda naseYerusalem: “Nifanele niqubude+ phambi kwesibingelelo esinye+ nize niqhumise umbingelelo phezu kwaso”?+