IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 “UYehova wokuzisela uhlanga oluvela kude,+ esiphelweni somhlaba, olurhiwula njengokhozi,+ uhlanga olulwimi ungaluqondiyo,+

  • INdumiso 78:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Wabathumelela umsindo wakhe ovuthayo,+

      Ukuvutha komsindo nesiqalekiso nokubandezeleka,+

      Abathunywa abaziingelosi abazisa intlekele.+

  • Isaya 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Heke, umAsiriya yena+ uyintonga yomsindo wam,+ induku esesandleni sam yesiqalekiso!

  • Yeremiya 43:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye umele uthi kuwo, ‘Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Yabonani, ndiya kuthumela uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni,+ umkhonzi wam,+ ndiyibeke itrone yakhe kanye phezu kwala matye ndiwafihlileyo, yaye ngokuqinisekileyo intente yakhe entle uya kuyolulela phezu kwawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share