2 Kumkani 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye waqhubeka ebingelela eqhumisa nombingelelo kwiindawo eziphakamileyo+ nasezindulini+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+ Isaya 57:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+
4 Yaye waqhubeka ebingelela eqhumisa nombingelelo kwiindawo eziphakamileyo+ nasezindulini+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+
5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+