Numeri 10:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Banduluka ke entabeni kaYehova+ uhambo lweentsuku ezintathu, ityeya yomnqophiso kaYehova+ ihamba phambi kwabo uhambo lweentsuku ezintathu ukubafunela indawo yokuphumla.+ 1 Kronike 17:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwathi ke kamsinya nje akuba uDavide ehlala endlwini yakhe,+ uDavide wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ndihlala endlwini yomsedare,+ kodwa ityeya+ yomnqophiso kaYehova iphantsi kwamalaphu entente.”+ Hebhere 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;
33 Banduluka ke entabeni kaYehova+ uhambo lweentsuku ezintathu, ityeya yomnqophiso kaYehova+ ihamba phambi kwabo uhambo lweentsuku ezintathu ukubafunela indawo yokuphumla.+
17 Kwathi ke kamsinya nje akuba uDavide ehlala endlwini yakhe,+ uDavide wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ndihlala endlwini yomsedare,+ kodwa ityeya+ yomnqophiso kaYehova iphantsi kwamalaphu entente.”+
4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;