1 Samuweli 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko uDavide wesuka waza yena namadoda akhe bahamba, babulala+ phakathi kwamaFilisti amakhulu amabini amadoda, yaye uDavide wawazisa amajwabi awo+ waza wawanika ukumkani elinani elipheleleyo, ukuze endiselane nokumkani. Naye ke uSawule wamnika uMikali intombi yakhe njengomfazi.+ 2 Samuweli 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi yena: “Kulungile! Mna ndiya kuwenza nawe umnqophiso. Inye kuphela into endiyicelayo kuwe, ndisithi, ‘Akunakububona ubuso bam+ ngaphandle kokuba kuqala uzise uMikali,+ intombi kaSawule, xa uze kubona ubuso bam.’”
27 Ngoko uDavide wesuka waza yena namadoda akhe bahamba, babulala+ phakathi kwamaFilisti amakhulu amabini amadoda, yaye uDavide wawazisa amajwabi awo+ waza wawanika ukumkani elinani elipheleleyo, ukuze endiselane nokumkani. Naye ke uSawule wamnika uMikali intombi yakhe njengomfazi.+
13 Wathi yena: “Kulungile! Mna ndiya kuwenza nawe umnqophiso. Inye kuphela into endiyicelayo kuwe, ndisithi, ‘Akunakububona ubuso bam+ ngaphandle kokuba kuqala uzise uMikali,+ intombi kaSawule, xa uze kubona ubuso bam.’”