IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye uKumkani uSolomon kunye nendibano yonke kaSirayeli, abo babegcina idinga labo lokuhlanganisana kunye naye, babephambi kweTyeya, bebingelela+ ngezimvu neenkomo ezazingenakulinganiswa okanye zibalwe ngenxa yobuninzi.+

  • 2 Kronike 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye uKumkani uSolomon nayo yonke indibano yamaSirayeli awayegcine idinga lawo lokuhlanganisana kunye naye phambi kweTyeya babebingelela+ ngezimvu neenkomo ezazingenakulinganiswa okanye zibalwe ngenxa yobuninzi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share