IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yaye kumele kwenzeke ukuba, ngenxa yokuba uYehova uya kwenza enkosini yam ukulunga ngokuvumelana nako konke akuthethileyo, ngokuqinisekileyo uya kukumisela njengenkokeli phezu koSirayeli.+

  • 2 Samuweli 6:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UDavide wathi kuMikali: “Bekuphambi koYehova, lowo wanyula mna kunoyihlo nendlu yakhe yonke ukuze andibeke ukuba ndiphathe+ njengenkokeli phezu kwabantu bakaYehova uSirayeli, yaye ndiza kubhiyoza phambi koYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share