1 Samuweli 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+ 1 Samuweli 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+ 1 Samuweli 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika;+ kuba isandla sikaSawule ubawo asiyi kukufumana, yaye wena kanye uya kuba ngukumkani+ phezu koSirayeli, mna ke ndiya kuba ngowesibini kuwe; noSawule ubawo uyakwazi oko.”+ 2 Samuweli 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UDavide wathi kuMikali: “Bekuphambi koYehova, lowo wanyula mna kunoyihlo nendlu yakhe yonke ukuze andibeke ukuba ndiphathe+ njengenkokeli phezu kwabantu bakaYehova uSirayeli, yaye ndiza kubhiyoza phambi koYehova.+ 2 Samuweli 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli. 1 Kronike 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli. INdumiso 89:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndifumene uDavide umkhonzi wam;+Ndimthambisile ngeoli yam engcwele,+
14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+
28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+
17 Wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika;+ kuba isandla sikaSawule ubawo asiyi kukufumana, yaye wena kanye uya kuba ngukumkani+ phezu koSirayeli, mna ke ndiya kuba ngowesibini kuwe; noSawule ubawo uyakwazi oko.”+
21 UDavide wathi kuMikali: “Bekuphambi koYehova, lowo wanyula mna kunoyihlo nendlu yakhe yonke ukuze andibeke ukuba ndiphathe+ njengenkokeli phezu kwabantu bakaYehova uSirayeli, yaye ndiza kubhiyoza phambi koYehova.+
8 Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli.
7 “Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli.