IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 yaye ndiya kukwenza ube luhlanga olukhulu ndize ndikusikelele, ndilenze libe likhulu igama lakho; ube yintsikelelo.+

  • 1 Samuweli 18:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Zaziphuma ke iinkosana+ zamaFilisti, yaye kwakusenzeka ukuba ngokufuthi kangangoko xa ziphumile uDavide enze ngokunengqiqo+ kunabo bonke abakhonzi bakaSawule; negama lakhe laxabiseka kakhulu.+

  • INdumiso 75:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba nguThixo umgwebi.+

      Uyamthoba lo, amphakamise lowa.+

  • Luka 1:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Uwahlisile ezitroneni amadoda asemagunyeni+ waza wabaphakamisa abathobekileyo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share