2 Samuweli 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.
9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.