1 Samuweli 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+
21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+