Yeremiya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ngelo xesha,” utsho uYehova, “ndiya kuba nguThixo kuzo zonke iintsapho zakwaSirayeli; zona ke, ziya kuba ngabantu bam.”+ Hebhere 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ngoku bazabalazela indawo elunge ngakumbi, oko kukuthi, leyo yasezulwini.+ Ngoko ke uThixo akanazintloni ngabo, ukuba abizwe ngokuba unguThixo wabo,+ kuba ubalungiselele isixeko.+
31 “Ngelo xesha,” utsho uYehova, “ndiya kuba nguThixo kuzo zonke iintsapho zakwaSirayeli; zona ke, ziya kuba ngabantu bam.”+
16 Kodwa ngoku bazabalazela indawo elunge ngakumbi, oko kukuthi, leyo yasezulwini.+ Ngoko ke uThixo akanazintloni ngabo, ukuba abizwe ngokuba unguThixo wabo,+ kuba ubalungiselele isixeko.+