2 Samuweli 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ unyana kaRehobhi ukumkani weTsobha+ njengoko wayesiya kubuyisela ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+ 1 Kumkani 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Waza uThixo wamvelisela omnye umchasi,+ uRezon unyana kaEliyada, owayebaleke kuHadadezere+ ukumkani waseTsobha+ inkosi yakhe.
3 Waza uDavide wahlabela mgama waxabela uHadadezere+ unyana kaRehobhi ukumkani weTsobha+ njengoko wayesiya kubuyisela ulawulo lwakhe kuMlambo umEfrate.+
23 Waza uThixo wamvelisela omnye umchasi,+ uRezon unyana kaEliyada, owayebaleke kuHadadezere+ ukumkani waseTsobha+ inkosi yakhe.