2 Samuweli 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+ IMizekeliso 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+
6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+