Yoshuwa 6:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa yonke isilivere negolide nempahla yobhedu nentsimbi zizinto ezingcwele kuYehova.+ Ziya kuya ebuncwaneni bukaYehova.”+ 1 Kronike 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kanti, ndingubani na mna+ yaye bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okwenza iminikelo yokuzithandela elolu hlobo kuwe?+ Kuba yonk’ into ivela kuwe,+ sikunike esikuthabathe esandleni sakho. 2 Kronike 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekugqibeleni wonke umsebenzi uSolomon awayemele awenzele indlu kaYehova wagqityiwa,+ kwaye uSolomon waqalisa ukuzisa izinto ezingcwaliswe nguDavide uyise;+ isilivere negolide neempahla wazifaka kubuncwane bendlu kaTHIXO oyinyaniso.+
19 Kodwa yonke isilivere negolide nempahla yobhedu nentsimbi zizinto ezingcwele kuYehova.+ Ziya kuya ebuncwaneni bukaYehova.”+
14 “Kanti, ndingubani na mna+ yaye bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okwenza iminikelo yokuzithandela elolu hlobo kuwe?+ Kuba yonk’ into ivela kuwe,+ sikunike esikuthabathe esandleni sakho.
5 Ekugqibeleni wonke umsebenzi uSolomon awayemele awenzele indlu kaYehova wagqityiwa,+ kwaye uSolomon waqalisa ukuzisa izinto ezingcwaliswe nguDavide uyise;+ isilivere negolide neempahla wazifaka kubuncwane bendlu kaTHIXO oyinyaniso.+