Yoshuwa 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Baza basitshisa isixeko ngomlilo nayo yonke into eyayikuso.+ Yisilivere negolide nempahla yobhedu nentsimbi kuphela abayinikela kubuncwane bendlu kaYehova.+ 2 Samuweli 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nezi uKumkani uDavide wazingcwalisela uYehova, kunye nesilivere negolide awayeyingcwalisile ivela kuzo zonke iintlanga awayezoyisile,+ 1 Kumkani 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ekugqibeleni wonke umsebenzi uKumkani uSolomon awayemele awenze ngokubhekisele kwindlu kaYehova wagqitywa;+ kwaye uSolomon waqalisa ukuzisa izinto ezenziwa ngcwele nguDavide uyise;+ isilivere negolide neempahla wazibeka kubuncwane bendlu kaYehova.+ 1 Kronike 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nezi uKumkani uDavide wazingcwalisela+ uYehova kunye nesilivere negolide awayithabatha kuzo zonke iintlanga,+ kwaEdom nakwaMowabhi+ nakoonyana baka-Amoni+ nakumaFilisti+ nakuAmaleki.+
24 Baza basitshisa isixeko ngomlilo nayo yonke into eyayikuso.+ Yisilivere negolide nempahla yobhedu nentsimbi kuphela abayinikela kubuncwane bendlu kaYehova.+
11 Nezi uKumkani uDavide wazingcwalisela uYehova, kunye nesilivere negolide awayeyingcwalisile ivela kuzo zonke iintlanga awayezoyisile,+
51 Ekugqibeleni wonke umsebenzi uKumkani uSolomon awayemele awenze ngokubhekisele kwindlu kaYehova wagqitywa;+ kwaye uSolomon waqalisa ukuzisa izinto ezenziwa ngcwele nguDavide uyise;+ isilivere negolide neempahla wazibeka kubuncwane bendlu kaYehova.+
11 Nezi uKumkani uDavide wazingcwalisela+ uYehova kunye nesilivere negolide awayithabatha kuzo zonke iintlanga,+ kwaEdom nakwaMowabhi+ nakoonyana baka-Amoni+ nakumaFilisti+ nakuAmaleki.+