IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 27:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Waza uDavide wenyuka namadoda akhe ukuze bahlasele amaGeshure+ namaGirzi nama-Amaleki;+ kuba ayengabemi belizwe elalisusela kwaTelam+ liye kufikelela eShure+ kude kuse kwilizwe laseYiputa.

  • 1 Samuweli 30:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko uDavide wayithabatha yonke imihlambi yezimvu nemihlambi yeenkomo, ababeyiqhuba phambi kwenye le imfuyo. Bandula ke bathi: “Lixhoba likaDavide eli.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share