Genesis 36:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UTimna+ ebelishweshwe likaElifazi, unyana kaEsawu. Ekuhambeni kwexesha wamzalela uElifazi uAmaleki.+ Ngoonyana baka-Ada ke abo, umfazi kaEsawu. Eksodus 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwafika ama-Amaleki+ aza alwa noSirayeli eRefidim.+ Eksodus 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+ Numeri 13:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ama-Amaleki+ ahleli kwilizwe laseNegebhi,+ kwaye amaHiti namaYebhusi+ nama-Amori+ ahleli kwimimandla yeentaba, wona amaKanan+ ahleli ngaselwandle ngakwicala laseYordan.” 1 Samuweli 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Utsho uYehova wemikhosi+ ukuthi, ‘Ndimele ndiphendulise+ ngoko uAmaleki wakwenza kuSirayeli xa wazimisa nxamnye naye endleleni ekunyukeni kwakhe ephuma eYiputa.+ 2 Samuweli 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwathi ke emva kokufa kukaSawule, xa noDavide wayebuyile ekuxabeleni ama-Amaleki,+ uDavide waqhubeka ehlala eTsikelage+ iintsuku ezimbini. 1 Kronike 4:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Yaye bayixabela intsalela yabasindileyo kuma-Amaleki,+ baza baqhubeka behlala khona unanamhla.
12 UTimna+ ebelishweshwe likaElifazi, unyana kaEsawu. Ekuhambeni kwexesha wamzalela uElifazi uAmaleki.+ Ngoonyana baka-Ada ke abo, umfazi kaEsawu.
14 Wathi ke uYehova kuMoses: “Kubhale oku kube sisikhumbuzo encwadini+ uze ukuvakalise ezindlebeni zikaYoshuwa uthi, ‘Ndiya kumsusa ngokupheleleyo angabi sakhunjulwa uAmaleki phantsi kwamazulu.’”+
29 Ama-Amaleki+ ahleli kwilizwe laseNegebhi,+ kwaye amaHiti namaYebhusi+ nama-Amori+ ahleli kwimimandla yeentaba, wona amaKanan+ ahleli ngaselwandle ngakwicala laseYordan.”
2 Utsho uYehova wemikhosi+ ukuthi, ‘Ndimele ndiphendulise+ ngoko uAmaleki wakwenza kuSirayeli xa wazimisa nxamnye naye endleleni ekunyukeni kwakhe ephuma eYiputa.+
1 Kwathi ke emva kokufa kukaSawule, xa noDavide wayebuyile ekuxabeleni ama-Amaleki,+ uDavide waqhubeka ehlala eTsikelage+ iintsuku ezimbini.