2 Samuweli 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwaphinda ke kwabakho imfazwe namaFilisti eGobhi, yaye uElihanan+ unyana kaYahare-oregim waseBhetelehem waxabela uGoliyati umGati, omphini womkhonto wakhe wawunjengomqobo wabaluki.+
19 Kwaphinda ke kwabakho imfazwe namaFilisti eGobhi, yaye uElihanan+ unyana kaYahare-oregim waseBhetelehem waxabela uGoliyati umGati, omphini womkhonto wakhe wawunjengomqobo wabaluki.+