1 Kronike 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaphinda ke kwabakho imfazwe namaFilisti; yaye uElihanan+ unyana kaYayire waxabela uLami umntakwabo Goliyati+ umGati, omphini womkhonto wakhe wawunjengomqobo wabaluki.+
5 Kwaphinda ke kwabakho imfazwe namaFilisti; yaye uElihanan+ unyana kaYayire waxabela uLami umntakwabo Goliyati+ umGati, omphini womkhonto wakhe wawunjengomqobo wabaluki.+