2 Samuweli 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku uYowabhi wamnika ukumkani inani lobhaliso+ lwabantu; yaye uSirayeli waba ngamakhulu asibhozo amawaka amadoda anobukroti arhola ikrele, namadoda akwaYuda aba ngamakhulu amahlanu amawaka amadoda.+
9 Ke kaloku uYowabhi wamnika ukumkani inani lobhaliso+ lwabantu; yaye uSirayeli waba ngamakhulu asibhozo amawaka amadoda anobukroti arhola ikrele, namadoda akwaYuda aba ngamakhulu amahlanu amawaka amadoda.+