2 Kronike 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 USolomon unyana kaDavide waqhubeka efumana amandla ebukumkanini bakhe,+ yaye uYehova uThixo wakhe wayenaye+ waza waqhubeka emenza mkhulu ngokugqwesileyo.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
1 USolomon unyana kaDavide waqhubeka efumana amandla ebukumkanini bakhe,+ yaye uYehova uThixo wakhe wayenaye+ waza waqhubeka emenza mkhulu ngokugqwesileyo.+