IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye oko ungakucelanga ndiya kukunika,+ kokubini ubutyebi+ nozuko, ukuze kungabikho unjengawe phakathi kookumkani, yonke imihla yakho.+

  • 1 Kronike 29:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Waza uYehova waqhubeka emenza mkhulu ngokugqwesileyo+ uSolomon emehlweni kaSirayeli wonke, wamnika isidima sobukhosi esidlula bonke ookumkani ababengaphambi kwakhe kwaSirayeli.+

  • INtshumayeli 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye ndaba mkhulu ngakumbi ndaza ndanda ngaphezu kwakhe nabani na owakha wakho phambi kwam eYerusalem.+ Ngaphezu koko, ubulumko bam bahlala ibobam.+

  • Mateyu 6:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 kodwa ndithi kuni kwanoSolomon+ kulo lonke uzuko lwakhe wayengavathiswanga nanjenganye yazo.

  • Mateyu 12:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 Ukumkanikazi wasemzantsi+ uya kuvuswa ngomgwebo nesi sizukulwana yaye uya kusigwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba esiza kuva ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koSolomon kulapha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share