IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko uDavide weza eBhahali-peratsim,+ yaye uDavide wawaxabela apho. Wathi yena: “UYehova uzityhobozele iintshaba zam+ phambi kwam, njengokutyhoboza kwamanzi.” Kungenxa yoko le nto wabiza igama laloo ndawo ngokuba yiBhahali-peratsim.+

  • INdumiso 44:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+

      Waza esikhundleni soko wabatyala.+

      Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share