2 Kronike 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda. Daniyeli 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ndabubhekisa ubuso bam+ kuYehova uTHIXO oyinyaniso, ukuze ndimfune ngomthandazo+ nangezibongozo, ngokuzila ukutya nangamarhonya nangothuthu.+
3 Woyika+ uYehoshafati wazimisela ukuba afune uYehova.+ Ngoko wabhengeza ukuba kuzilwe ukutya+ nguye wonke uYuda.
3 Ngoko ndabubhekisa ubuso bam+ kuYehova uTHIXO oyinyaniso, ukuze ndimfune ngomthandazo+ nangezibongozo, ngokuzila ukutya nangamarhonya nangothuthu.+