1 Kumkani 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye ukumkani wahlabela mgama wathi kubo: “Thabathani abakhonzi+ benkosi yenu, nize nikhwelise uSolomon unyana wam kwimazi yam+ yemeyile nimehlise aye eGihon.+ 1 Kumkani 1:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 UTsadoki umbingeleli wathabatha uphondo lweoli+ ententeni+ waza wamthambisa+ uSolomon; kwaye baluvuthela uphondo, baza bonke abantu bathi: “Makaphile uKumkani uSolomon!”+ 1 Kronike 28:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nakoonyana bam bonke (kuba uYehova undinike oonyana abaninzi)+ unyule uSolomon+ unyana wam ukuba ahlale esihlalweni+ sobukumkani bukaYehova phezu koSirayeli.
33 Yaye ukumkani wahlabela mgama wathi kubo: “Thabathani abakhonzi+ benkosi yenu, nize nikhwelise uSolomon unyana wam kwimazi yam+ yemeyile nimehlise aye eGihon.+
39 UTsadoki umbingeleli wathabatha uphondo lweoli+ ententeni+ waza wamthambisa+ uSolomon; kwaye baluvuthela uphondo, baza bonke abantu bathi: “Makaphile uKumkani uSolomon!”+
5 nakoonyana bam bonke (kuba uYehova undinike oonyana abaninzi)+ unyule uSolomon+ unyana wam ukuba ahlale esihlalweni+ sobukumkani bukaYehova phezu koSirayeli.